Eksodus 18:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ayegweba amatyala abantu ngezihlandlo zonke ezifanelekileyo. Ityala elinzima ayelizisa kuMoses,+ kodwa onke amatyala amancinane ayewasingatha ngokwawo njengabagwebi.
26 Yaye ayegweba amatyala abantu ngezihlandlo zonke ezifanelekileyo. Ityala elinzima ayelizisa kuMoses,+ kodwa onke amatyala amancinane ayewasingatha ngokwawo njengabagwebi.