Eksodus 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Ndiza kuwe ndisefini elimnyama,+ ukuze beve abantu ekuthetheni kwam nawe,+ baze bakholwe nakuwe kuse kwixesha elingenammiselo.”+ Wawaxela ke uMoses amazwi abantu kuYehova.
9 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Ndiza kuwe ndisefini elimnyama,+ ukuze beve abantu ekuthetheni kwam nawe,+ baze bakholwe nakuwe kuse kwixesha elingenammiselo.”+ Wawaxela ke uMoses amazwi abantu kuYehova.