Duteronomi 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathetha uYehova kuni ephakathi komlilo.+ Neva isandi samazwi, kodwa anabona mbonakalo+—yaba lilizwi lodwa.+ Duteronomi 4:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Wakuvisa ilizwi lakhe liphuma emazulwini ukuze akulungise; nasemhlabeni wakubonisa umlilo wakhe omkhulu, waweva amazwi akhe phakathi komlilo.+ IZenzo 7:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina.
12 Wathetha uYehova kuni ephakathi komlilo.+ Neva isandi samazwi, kodwa anabona mbonakalo+—yaba lilizwi lodwa.+
36 Wakuvisa ilizwi lakhe liphuma emazulwini ukuze akulungise; nasemhlabeni wakubonisa umlilo wakhe omkhulu, waweva amazwi akhe phakathi komlilo.+
38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina.