27 Ndabona okuthile okubengezela+ njengomxube wegolide nesilivere, njengembonakalo yomlilo macala onke ngaphakathi apho,+ ukususela embonakalweni yesinqe ukwenyusa; ukususela embonakalweni yesinqe kuhle ndabona okuthile okwakubonakala njengomlilo, yaye wayeqaqambile macala onke.