Eksodus 34:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wahlala apho ke kunye noYehova iintsuku ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane. Akadla sonka, akasela manzi.+ Wawabhala emacwecweni amazwi omnqophiso lowo, aMazwi Alishumi.+ Duteronomi 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Xa ndanyukela entabeni ukuya kwamkela amacwecwe amatye,+ amacwecwe omnqophiso awawenza nani uYehova,+ ndaza ndahlala iimini ezimashumi mane nobusuku obumashumi mane entabeni,+ (ndingadli sonka yaye ndingaseli manzi,) 1 Kumkani 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko wavuka waza wadla wasela, kwaye womelezwa ngamandla eso sondlo iintsuku ezingamashumi amane+ nobusuku obungamashumi amane ukuya kufikelela entabeni yoTHIXO oyinyaniso, eHorebhe.+ Mateyu 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Emva kokuba ezile ukutya iimini ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane,+ wandula ke walamba.
28 Wahlala apho ke kunye noYehova iintsuku ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane. Akadla sonka, akasela manzi.+ Wawabhala emacwecweni amazwi omnqophiso lowo, aMazwi Alishumi.+
9 Xa ndanyukela entabeni ukuya kwamkela amacwecwe amatye,+ amacwecwe omnqophiso awawenza nani uYehova,+ ndaza ndahlala iimini ezimashumi mane nobusuku obumashumi mane entabeni,+ (ndingadli sonka yaye ndingaseli manzi,)
8 Ngoko wavuka waza wadla wasela, kwaye womelezwa ngamandla eso sondlo iintsuku ezingamashumi amane+ nobusuku obungamashumi amane ukuya kufikelela entabeni yoTHIXO oyinyaniso, eHorebhe.+
2 Emva kokuba ezile ukutya iimini ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane,+ wandula ke walamba.