IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 31:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Akugqiba ukuthetha naye eNtabeni yeSinayi wamnika uMoses amacwecwe amabini eSingqino,+ amacwecwe amatye ebhalwe ngomnwe kaThixo.+

  • Duteronomi 10:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye ndiya kuwabhala emacwecweni lawo amazwi abekwawokuqala amacwecwe, owaphuleyo, uze uwabeke etyeyeni.’

  • 2 Korinte 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 oye eneneni wasenza sakufanelekela ngokwaneleyo ukuba ngabalungiseleli bomnqophiso omtsha,+ kungekhona owengqokelela yemithetho ebhaliweyo,+ kodwa owomoya;+ kuba ingqokelela yemithetho ebhaliweyo igwebela+ isohlwayo sokufa, kodwa umoya uyaphilisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share