IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 21:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ze kungasondeli namnye umntu onesiphene wembewu ka-Aron umbingeleli ukuze enze iminikelo yasemlilweni kaYehova.+ Unesiphene. Makangasondeli ukuze anikele isonka sikaThixo wakhe.+

  • Numeri 16:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 yaba sisikhumbuzo eso koonyana bakaSirayeli, ukuze kungasondeli mntu wasemzini+ ungengowenzala ka-Aron ukuba aqhumisele ngesiqhumiso phambi koYehova,+ ukuze kungabikho bani wehlelwa sesikaKora nendibano yakhe,+ kanye njengoko uYehova wathethayo kuye ngoMoses.

  • Numeri 18:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 NgabaLevi abafanele baphumeze inkonzo yasententeni yokuhlangana, yaye ngabo abaya kuphendula ngesiphoso sabo.+ Kungummiselo wexesha elingenammiselo ukuthi abafanele bafumane lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.+

  • 2 Kronike 26:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bandula bema nxamnye noUziya ukumkani+ baza bathi kuye: “Asingomsebenzi wakho,+ Uziya, ukutshisa isiqhumiso kuYehova, ngumsebenzi wababingeleli oonyana baka-Aron,+ abo bangcwaliselwe ukutshisa isiqhumiso. Phuma engcweleni; kuba wenze ngokungathembeki, yaye akukwenzeli nolunjani na uzuko+ oluvela kuYehova uThixo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share