Eksodus 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke wavutha umsindo kaYehova kuMoses waza wathi: “Akanguye na umntakwenu uAron umLevi?+ Ndiyazi ukuba angakwazi ukuthetha. Yaye, ngapha koko, nanko ephuma esiza kukuhlangabeza. Wothi akukubona, ngokuqinisekileyo ibe nemihlali intliziyo yakhe.+ INdumiso 99:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UMoses noAron babephakathi kwababingeleli bakhe,+NoSamuweli wayephakathi kwabo babiza egameni lakhe.+Babebiza kuYehova, yaye yena waqhubeka ebaphendula.+ Hebhere 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kanjalo, umntu uyithabatha le mbeko, kungengakuzithandela,+ kodwa kuphela xa ebizwe nguThixo,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoAron.+
14 Wandula ke wavutha umsindo kaYehova kuMoses waza wathi: “Akanguye na umntakwenu uAron umLevi?+ Ndiyazi ukuba angakwazi ukuthetha. Yaye, ngapha koko, nanko ephuma esiza kukuhlangabeza. Wothi akukubona, ngokuqinisekileyo ibe nemihlali intliziyo yakhe.+
6 UMoses noAron babephakathi kwababingeleli bakhe,+NoSamuweli wayephakathi kwabo babiza egameni lakhe.+Babebiza kuYehova, yaye yena waqhubeka ebaphendula.+
4 Kanjalo, umntu uyithabatha le mbeko, kungengakuzithandela,+ kodwa kuphela xa ebizwe nguThixo,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoAron.+