Eksodus 39:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Amatye lawo ayengokwamagama oonyana bakaSirayeli. Ayelishumi elinesibini ngokwamagama abo, aba nomkrolo wetywina, ngalinye ngokwegama lalo kulawo ezizwe ezilishumi elinesibini.+
14 Amatye lawo ayengokwamagama oonyana bakaSirayeli. Ayelishumi elinesibini ngokwamagama abo, aba nomkrolo wetywina, ngalinye ngokwegama lalo kulawo ezizwe ezilishumi elinesibini.+