Eksodus 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Amatye lawo oba ngokwamagama oonyana bakaSirayeli, abe lishumi elinesibini ngokwamagama abo.+ Mawabe nomkrolo wetywina, ngalinye libe negama lalo, kulawo ezizwe ezilishumi elinesibini.+
21 Amatye lawo oba ngokwamagama oonyana bakaSirayeli, abe lishumi elinesibini ngokwamagama abo.+ Mawabe nomkrolo wetywina, ngalinye libe negama lalo, kulawo ezizwe ezilishumi elinesibini.+