IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 58:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kanti babefuna mna imihla ngemihla, beyoliswa kukwazi iindlela zam,+ njengohlanga oluqhube ubulungisa nolungakushiyanga okusesikweni kukaThixo wabo,+ ekubeni baqhubeka becela kum imigwebo yobulungisa, besondela kuThixo ababeyoliswa nguye,+

  • Yohane 8:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ukanti ukuba ndithe ndagweba, umgwebo wam uyinyaniso, kuba andindedwa, kodwa uBawo ondithumileyo ukunye nam.+

  • Hebhere 4:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana+ nobuthathaka bethu, kuba naye wavavanywa ngandlela zonke njengathi, kodwa engenasono.+

  • Hebhere 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba wonke umbingeleli omkhulu othatyathwe phakathi kwabantu umiselwa ngenxa yabantu phezu kwezinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele izipho nemibingelelo yezono.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share