Isaya 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Naxa nisolula izandla zenu,+ ndiyawafihla amehlo am kuni.+ Nakubeni nisenza imithandazo emininzi,+ andiphulaphulanga;+ zona kanye izandla zenu zizaliswe luphalazo-gazi.+ Yeremiya 42:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 baza bathi kuYeremiya umprofeti: “Ngamana ukuzicelela kwethu ubabalo kungaba phambi kwakho, uze usithandazele kuYehova uThixo wakho,+ thina, nayo yonke le ntsalela, kuba sisele sambalwa, kwabaninzi,+ kanye njengoko amehlo akho esibona. Yeremiya 42:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 bokuba nenze isiphoso nxamnye nemiphefumlo yenu;+ kuba nina ngokwenu nandithumela kuYehova uThixo wenu, nisithi, ‘Sithandazele kuYehova uThixo wethu; kwaye yonk’ into uYehova uThixo wethu ayitshoyo sixelele yona ngaloo ndlela, yaye ngokuqinisekileyo siya kuyenza.’+
15 Naxa nisolula izandla zenu,+ ndiyawafihla amehlo am kuni.+ Nakubeni nisenza imithandazo emininzi,+ andiphulaphulanga;+ zona kanye izandla zenu zizaliswe luphalazo-gazi.+
2 baza bathi kuYeremiya umprofeti: “Ngamana ukuzicelela kwethu ubabalo kungaba phambi kwakho, uze usithandazele kuYehova uThixo wakho,+ thina, nayo yonke le ntsalela, kuba sisele sambalwa, kwabaninzi,+ kanye njengoko amehlo akho esibona.
20 bokuba nenze isiphoso nxamnye nemiphefumlo yenu;+ kuba nina ngokwenu nandithumela kuYehova uThixo wenu, nisithi, ‘Sithandazele kuYehova uThixo wethu; kwaye yonk’ into uYehova uThixo wethu ayitshoyo sixelele yona ngaloo ndlela, yaye ngokuqinisekileyo siya kuyenza.’+