Numeri 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Lemka ilifu phezu kwentente, yaye, khangela! uMiriyam ubethwe ngeqhenqa wamhlophe njengekhephu.+ UAron wajika wajonga ngakuMiriyam, yaye, khangela! ubethwe ngeqhenqa.+ 2 Kumkani 5:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko iqhenqa+ likaNahaman liya kunamathela kuwe nakwinzala yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.”+ Ngoko nangoko wemka phambi kwakhe, eneqhenqa elimhlophe njengekhephu.+
10 Lemka ilifu phezu kwentente, yaye, khangela! uMiriyam ubethwe ngeqhenqa wamhlophe njengekhephu.+ UAron wajika wajonga ngakuMiriyam, yaye, khangela! ubethwe ngeqhenqa.+
27 Ngoko iqhenqa+ likaNahaman liya kunamathela kuwe nakwinzala yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.”+ Ngoko nangoko wemka phambi kwakhe, eneqhenqa elimhlophe njengekhephu.+