2 Samuweli 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+
29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+