Genesis 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza wathi: “Nceda, uthabathe unyana wakho, unyana wakho okuphela kwakhe, omthanda kunene,+ uIsake,+ uze uthabathe uhambo oluya kwilizwe laseMoriya+ yaye apho uze umnikele njengomnikelo otshiswayo kwenye yeentaba endiya kukutyumbela yona.”+ Levitikus 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 kwaza kwaphuma umlilo phambi koYehova,+ wawudla umnikelo otshiswayo namanqatha aphezu kwesibingelelo. Bathi bakukubona oko abantu, bakhwaza+ bonke baza bawa ngobuso.
2 Waza wathi: “Nceda, uthabathe unyana wakho, unyana wakho okuphela kwakhe, omthanda kunene,+ uIsake,+ uze uthabathe uhambo oluya kwilizwe laseMoriya+ yaye apho uze umnikele njengomnikelo otshiswayo kwenye yeentaba endiya kukutyumbela yona.”+
24 kwaza kwaphuma umlilo phambi koYehova,+ wawudla umnikelo otshiswayo namanqatha aphezu kwesibingelelo. Bathi bakukubona oko abantu, bakhwaza+ bonke baza bawa ngobuso.