Levitikus 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Emva koko wazibeka ezo zinto entendeni ka-Aron nasentendeni yoonyana bakhe waza wazitshangatshangisa zaba ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+
27 Emva koko wazibeka ezo zinto entendeni ka-Aron nasentendeni yoonyana bakhe waza wazitshangatshangisa zaba ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+