INdumiso 94:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lowo utyala indlebe, akanakuva na?+Okanye Lowo uyila iliso, akanakukhangela na?+ Isaya 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+ Luka 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa, khangela! uya kuthi cwaka+ uze ungakwazi ukuthetha kude kube yimini ezenzeka ngayo ezi zinto, ngenxa yokuba ungawakholelwanga amazwi am, aya kuzalisekiswa ngexesha lawo elimisiweyo.” IZenzo 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kaloku, ngoko, khangela! isandla sikaYehova siphezu kwakho, yaye uya kuba yimfama, ungakuboni ukukhanya kwelanga kangangesihlandlo sexesha.” Ngephanyazo wawelwa yinkungu eshinyeneyo nobumnyama, yaye wajikeleza efuna abantu bokumrhola ngesandla.+
10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+
20 Kodwa, khangela! uya kuthi cwaka+ uze ungakwazi ukuthetha kude kube yimini ezenzeka ngayo ezi zinto, ngenxa yokuba ungawakholelwanga amazwi am, aya kuzalisekiswa ngexesha lawo elimisiweyo.”
11 Kaloku, ngoko, khangela! isandla sikaYehova siphezu kwakho, yaye uya kuba yimfama, ungakuboni ukukhanya kwelanga kangangesihlandlo sexesha.” Ngephanyazo wawelwa yinkungu eshinyeneyo nobumnyama, yaye wajikeleza efuna abantu bokumrhola ngesandla.+