Duteronomi 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Behla beyimiphefumlo engamashumi asixhenxe ookhokho bakho ukuya eYiputa,+ ke ngoku uYehova uThixo wenu unenze nangangeenkwenkwezi zasemazulwini ukuba baninzi kwenu.+ IZenzo 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko uYosefu wathumela waza wabiza uYakobi uyise nazo zonke izalamane zakhe kuloo ndawo,+ inani lemiphefumlo engamashumi asixhenxe anesihlanu.+
22 Behla beyimiphefumlo engamashumi asixhenxe ookhokho bakho ukuya eYiputa,+ ke ngoku uYehova uThixo wenu unenze nangangeenkwenkwezi zasemazulwini ukuba baninzi kwenu.+
14 Ngoko uYosefu wathumela waza wabiza uYakobi uyise nazo zonke izalamane zakhe kuloo ndawo,+ inani lemiphefumlo engamashumi asixhenxe anesihlanu.+