IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 16:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye uKumkani uAhazi wahlabela mgama emyalela, u-Uriya+ umbingeleli, esithi: “Qhumisela umnikelo otshiswayo wakusasa esibingelelweni esikhulu,+ nomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa+ nomnikelo otshiswayo kakumkani+ nomnikelo wakhe wokudla okuziinkozo nomnikelo otshiswayo wabo bonke abantu belizwe nomnikelo wabo wokudla okuziinkozo neminikelo yabo ethululwayo; yaye lonke igazi lomnikelo otshiswayo nalo lonke igazi lombingelelo uze ulifefe phezu kwaso. Ke sona isibingelelo sobhedu, ndiya kukhe ndinikele ingqalelo kuso.”

  • IZenzo 26:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 kanti izizwe ezilishumi elinambini zakowethu zithembe ukufikelela kwinzaliseko yesi sithembiso ngokunikela kakhulu kuye inkonzo engcwele ubusuku nemini.+ Ndimangalelwa ngokuphathelele eli themba ngamaYuda,+ kumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share