Daniyeli 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ewe, ndisathandaza njalo, gqi indoda enguGabriyeli,+ leyo ndandiyibone embonweni ekuqaleni,+ ndityhafiswe kukudinwa, yafika kum ngexesha lokwenziwa kweminikelo yangokuhlwa esisipho.+
21 ewe, ndisathandaza njalo, gqi indoda enguGabriyeli,+ leyo ndandiyibone embonweni ekuqaleni,+ ndityhafiswe kukudinwa, yafika kum ngexesha lokwenziwa kweminikelo yangokuhlwa esisipho.+