1 Kumkani 18:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwathi kamsinya nje kwakudlula imini enkulu baqhubeka bezenza abaprofeti+ de kwanyuswa umnikelo wokudla okuziinkozo, akuzange kubekho lizwi, yaye akuzange kubekho uphendulayo, akuzange kunikelwe ngqalelo.+ INdumiso 141:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngamana umthandazo wam ungalungiselelwa njengempepho+ phambi kwakho,+Ukuphakanyiswa kwezandla zam zam kube njengomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+
29 Kwathi kamsinya nje kwakudlula imini enkulu baqhubeka bezenza abaprofeti+ de kwanyuswa umnikelo wokudla okuziinkozo, akuzange kubekho lizwi, yaye akuzange kubekho uphendulayo, akuzange kunikelwe ngqalelo.+
2 Ngamana umthandazo wam ungalungiselelwa njengempepho+ phambi kwakho,+Ukuphakanyiswa kwezandla zam zam kube njengomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+