1 Samuweli 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwathi ke ngemini elandelayo+ umoya ombi kaThixo wasebenza kuSawule,+ ngokokuze azenze umprofeti+ ngaphakathi endlwini, ngoxa uDavide wayedlala umculo ngesandla sakhe,+ njengakwimihla yangaphambili; nomkhonto wawusesandleni sikaSawule.+ 1 Kumkani 22:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati ukumkani wakwaYuda babehleli elowo etroneni yakhe, bambethe izambatho,+ esandeni kwisango laseSamariya; yaye bonke abaprofeti babeprofeta phambi kwabo.+
10 Kwathi ke ngemini elandelayo+ umoya ombi kaThixo wasebenza kuSawule,+ ngokokuze azenze umprofeti+ ngaphakathi endlwini, ngoxa uDavide wayedlala umculo ngesandla sakhe,+ njengakwimihla yangaphambili; nomkhonto wawusesandleni sikaSawule.+
10 Ke kaloku ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati ukumkani wakwaYuda babehleli elowo etroneni yakhe, bambethe izambatho,+ esandeni kwisango laseSamariya; yaye bonke abaprofeti babeprofeta phambi kwabo.+