IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 34:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kukho Lowo ungakhethi nkosana

      Unganikelanga ngqalelo engakumbi kwisidwangube kunakulowo usweleyo,+

      Kuba bonke bangumsebenzi wezandla zakhe.+

  • IMizekeliso 22:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Osisityebi nosweleyo bayahlangabezana.+ UMenzi wabo bonke nguYehova.+

  • Efese 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nani zinkosi, qhubekani nisenza okufanayo kuwo, niyeke ukusongela,+ kuba niyazi ukuba iNkosi yawo kunye nani+ isemazulwini, yaye akukho kukhetha buso+ kuyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share