IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 31:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngaba akenziwanga nguLowo wandenzayo esiswini,+

      Ngaba akamnye na Lowo wasilungisayo esibelekweni?

  • Yobhi 34:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kukho Lowo ungakhethi nkosana

      Unganikelanga ngqalelo engakumbi kwisidwangube kunakulowo usweleyo,+

      Kuba bonke bangumsebenzi wezandla zakhe.+

  • IZenzo 17:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Yaye wazenza ngokuphuma kumntu+ omnye zonke iintlanga zabantu,+ ukuba zihlale phezu komhlaba uphela,+ waza wamisa amaxesha amisiweyo+ nemida emiselweyo yokuhlala kwabantu,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share