Levitikus 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekugqibeleni wagalela inxalenye yeoli yokuthambisa kuAron entloko, wamthambisa ukuze angcwaliswe.+ IZenzo 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+
12 Ekugqibeleni wagalela inxalenye yeoli yokuthambisa kuAron entloko, wamthambisa ukuze angcwaliswe.+
38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+