IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘Ukuba ke awunandlela+ yakufumana amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu, ngoko umele uzise umnikelo wesono osisahlulo seshumi se-efa+ yomgubo ocolekileyo, ibe ngumnikelo wawo lowo ngenxa yesono osenzileyo. Umele ungabeki oli+ phezu kwawo yaye ungabeki nentlaka yokuqhumisa phezu kwawo, kuba ngumnikelo wesono lowo.+

  • Nehemiya 13:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 yaye wamenzela iholo yokudlela enkulu,+ apho babefudula bebeka khona rhoqo umnikelo wokudla okuziinkozo,+ intlaka yokuqhumisa, nempahla nesishumi sokudla okuziinkozo, iwayini entsha+ neoli,+ ababenelungelo kuzo abaLevi+ neemvumi nabagcini-masango, nomnikelo wababingeleli.

  • INgoma yazo iiNgoma 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Yintoni na le nto inyuka isuka entlango njengemiqulu yomsi, iqhunyiselwa ngemore nangentlaka yokuqhumisa,+ nangalo lonke uhlobo lomgubo onevumba elimnandi lomrhwebi?”+

  • Mateyu 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kwaye xa bangena endlwini bambona umntwana oselula ekunye noMariya unina, bawa phantsi, baqubuda kuye. Bavula nobuncwane babo baza bampha izipho, igolide nentlaka yokuqhumisa nemore.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share