INdumiso 141:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngamana umthandazo wam ungalungiselelwa njengempepho+ phambi kwakho,+Ukuphakanyiswa kwezandla zam zam kube njengomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+ ISityhilelo 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yathi yakuwuthabatha umsongo, izidalwa eziphilayo ezine nabadala+ abangamashumi amabini anesine bawa phantsi phambi kweMvana, ngamnye enohadi+ nezitya zegolide ezazizele ziziqhumiso, kwaye iziqhumiso+ zithetha imithandazo+ yabo bangcwele.
2 Ngamana umthandazo wam ungalungiselelwa njengempepho+ phambi kwakho,+Ukuphakanyiswa kwezandla zam zam kube njengomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+
8 Yathi yakuwuthabatha umsongo, izidalwa eziphilayo ezine nabadala+ abangamashumi amabini anesine bawa phantsi phambi kweMvana, ngamnye enohadi+ nezitya zegolide ezazizele ziziqhumiso, kwaye iziqhumiso+ zithetha imithandazo+ yabo bangcwele.