2 Kronike 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngelo xesha, wabamisa abaLevi+ endlwini kaYehova, namacangci,+ nemirhubhe+ neehadi,+ ngokomyalelo kaDavide+ noGadi+ iimboni noNatan+ umprofeti, kuba kwakungesandla sikaYehova ukuba umyalelo unikezelwe ngabaprofeti.+ ISityhilelo 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndaza ndabona oko kwakubonakala ngathi lulwandle olubuglasi+ luphithikezwe nomlilo, kunye nabo baphumelela boyisile+ kwirhamncwa nakumfanekiso+ walo nakwinani+ legama lalo bemi ngakulwandle olubuglasi,+ beneehadi+ zikaThixo.
25 Ngelo xesha, wabamisa abaLevi+ endlwini kaYehova, namacangci,+ nemirhubhe+ neehadi,+ ngokomyalelo kaDavide+ noGadi+ iimboni noNatan+ umprofeti, kuba kwakungesandla sikaYehova ukuba umyalelo unikezelwe ngabaprofeti.+
2 Ndaza ndabona oko kwakubonakala ngathi lulwandle olubuglasi+ luphithikezwe nomlilo, kunye nabo baphumelela boyisile+ kwirhamncwa nakumfanekiso+ walo nakwinani+ legama lalo bemi ngakulwandle olubuglasi,+ beneehadi+ zikaThixo.