Eksodus 29:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Lowo iya kuba ngumnikelo otshiswayo+ kwizizukulwana zenu emnyangweni wentente yokuhlangana phambi koYehova, apho ndiya kuhlangana nani khona ndize ndithethe nani.+ Levitikus 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+
42 Lowo iya kuba ngumnikelo otshiswayo+ kwizizukulwana zenu emnyangweni wentente yokuhlangana phambi koYehova, apho ndiya kuhlangana nani khona ndize ndithethe nani.+
2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+