Duteronomi 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Nize niyinyamekele kakuhle imiphefumlo yenu,+ ngokuba anibonanga mbonakalo yanto+ mhla wathethayo uYehova kuni eHorebhe phakathi komlilo, Yohane 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UThixo unguMoya,+ nabo bamnqulayo bamele banqule ngomoya nenyaniso.”+ IZenzo 7:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 besithi kuAron, ‘Senzele oothixo bokuhamba phambi kwethu. Kuba lo Moses, wasikhuphayo ezweni laseYiputa, asazi ukuba kwenzeke ntoni kuye.’+ IZenzo 17:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+
15 “Nize niyinyamekele kakuhle imiphefumlo yenu,+ ngokuba anibonanga mbonakalo yanto+ mhla wathethayo uYehova kuni eHorebhe phakathi komlilo,
40 besithi kuAron, ‘Senzele oothixo bokuhamba phambi kwethu. Kuba lo Moses, wasikhuphayo ezweni laseYiputa, asazi ukuba kwenzeke ntoni kuye.’+
29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+