Duteronomi 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo,+ wembonakalo yayo nantoni na+ esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba. Isaya 37:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+ Isaya 40:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ningamfanisa nabani na uThixo,+ yaye ningabeka ntoni na enokufana naye ecaleni kwakhe?+ Isaya 46:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Niya kundifanisa+ okanye nindilinganise okanye nindithelekise nabani na ukuze sifane?+ IZenzo 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kanjalo, niyabona yaye niyeva ukuba akukho se-Efese+ kuphela kodwa phantse kuzo zonke izithili zaseAsiya, lo Pawulos weyisela isihlwele esikhulu waza wasiphethulela kolunye uluvo, esithi abo benziwe ngezandla+ asingabo oothixo.
8 “‘Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo,+ wembonakalo yayo nantoni na+ esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.
19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+
26 Kanjalo, niyabona yaye niyeva ukuba akukho se-Efese+ kuphela kodwa phantse kuzo zonke izithili zaseAsiya, lo Pawulos weyisela isihlwele esikhulu waza wasiphethulela kolunye uluvo, esithi abo benziwe ngezandla+ asingabo oothixo.