IZenzo 7:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko benza ithole ngaloo mihla+ yaye banyusa umbingelelo kwisithixo baza baziyolisa ngemisebenzi yezandla zabo.+ 1 Korinte 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Singabi ngabo nabanquli-zithixo, njengoko bambi kubo benjenjalo;+ kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Abantu bahlala phantsi, batya, basela, yaye basukuma ukuze bonwabe.”+
41 Ngoko benza ithole ngaloo mihla+ yaye banyusa umbingelelo kwisithixo baza baziyolisa ngemisebenzi yezandla zabo.+
7 Singabi ngabo nabanquli-zithixo, njengoko bambi kubo benjenjalo;+ kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Abantu bahlala phantsi, batya, basela, yaye basukuma ukuze bonwabe.”+