Eksodus 32:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko bavuka ekuseni ngengomso, baza benza iminikelo etshiswayo, basondeza imibingelelo yobudlelane. Emva koko abantu bahlala phantsi, badla, basela. Bandula ke basukuma ukuze bonwabe.+ INdumiso 106:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngapha koko, benza ithole eHorebhe+Baza baqubuda kuwo umfanekiso otyhidiweyo,+
6 Ngoko bavuka ekuseni ngengomso, baza benza iminikelo etshiswayo, basondeza imibingelelo yobudlelane. Emva koko abantu bahlala phantsi, badla, basela. Bandula ke basukuma ukuze bonwabe.+