Duteronomi 32:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto. 2 Samuweli 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaza ingelosi+ yolulela isandla sayo ngaseYerusalem ukuze iyonakalise; yaye uYehova wazisola+ ngentlekele leyo, waza ke wathi kwingelosi leyo yayisonakalisa ebantwini: “Kwanele! Sithobe ngoku isandla sakho.” Ingelosi leyo kaYehova yayikufuphi nesanda sika-Arawuna+ umYebhusi.+
36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto.
16 Yaza ingelosi+ yolulela isandla sayo ngaseYerusalem ukuze iyonakalise; yaye uYehova wazisola+ ngentlekele leyo, waza ke wathi kwingelosi leyo yayisonakalisa ebantwini: “Kwanele! Sithobe ngoku isandla sakho.” Ingelosi leyo kaYehova yayikufuphi nesanda sika-Arawuna+ umYebhusi.+