INdumiso 78:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe. Yeremiya 26:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngaba uHezekiya ukumkani wakwaYuda nabo bonke abo bakwaYuda bambulala na? Akazange amoyike na uYehova+ waza wambongoza uYehova, kangangokuba uYehova wazisola ngenxa yentlekele awayeyithethile nxamnye nabo?+ Ngoko sisebenzela ukuzisela imiphefumlo yethu intlekele enkulu.+ Yoweli 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Krazulani iintliziyo zenu,+ kungekhona izambatho zenu;+ nize nibuyele kuYehova uThixo wenu, kuba unobabalo nenceba,+ uzeka kade umsindo+ kwaye unobubele bothando obuninzi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuzisola ngenxa yentlekele.+
38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe.
19 Ngaba uHezekiya ukumkani wakwaYuda nabo bonke abo bakwaYuda bambulala na? Akazange amoyike na uYehova+ waza wambongoza uYehova, kangangokuba uYehova wazisola ngenxa yentlekele awayeyithethile nxamnye nabo?+ Ngoko sisebenzela ukuzisela imiphefumlo yethu intlekele enkulu.+
13 Krazulani iintliziyo zenu,+ kungekhona izambatho zenu;+ nize nibuyele kuYehova uThixo wenu, kuba unobabalo nenceba,+ uzeka kade umsindo+ kwaye unobubele bothando obuninzi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuzisola ngenxa yentlekele.+