Genesis 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+ Genesis 26:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ‘Yaye ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zamazulu ndize ndiyinike imbewu yakho onke la mazwe;+ zizisikelele ngembewu yakho zonke iintlanga zomhlaba,’+ Genesis 35:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza ngokubhekele phaya wathi uThixo kuye: “NdinguThixo uSomandla.+ Qhama wande. Kuya kuvela iintlanga namaqela eentlanga kuwe, kuphume nookumkani esinqeni sakho.+
17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+
4 ‘Yaye ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zamazulu ndize ndiyinike imbewu yakho onke la mazwe;+ zizisikelele ngembewu yakho zonke iintlanga zomhlaba,’+
11 Waza ngokubhekele phaya wathi uThixo kuye: “NdinguThixo uSomandla.+ Qhama wande. Kuya kuvela iintlanga namaqela eentlanga kuwe, kuphume nookumkani esinqeni sakho.+