IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 106:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Wayewukhumbula umnqophiso wakhe kubo,+

      Wayezisola ngobubele bakhe bothando obuninzi obuzukileyo.+

  • Hoseya 11:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Andiyi kukubonakalisa ukuvutha komsindo wam.+ Andiyi kumonakalisa uEfrayim kwakhona,+ kuba ndinguThixo+ andingomntu, Lowo Ungcwele phakathi kwakho;+ yaye andiyi kuvuseleleka.

  • Yoweli 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Krazulani iintliziyo zenu,+ kungekhona izambatho zenu;+ nize nibuyele kuYehova uThixo wenu, kuba unobabalo nenceba,+ uzeka kade umsindo+ kwaye unobubele bothando obuninzi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuzisola ngenxa yentlekele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share