IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 14:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ‘UYehova, ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ oxolela isiphoso nokunxaxha,+ kodwa ongakhe amsindise ofanelwe kukohlwaywa,+ ozisa isohlwayo sesiphoso sooyise koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana.’+

  • Isaya 48:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngenxa yegama lam ndiya kuwunqanda umsindo wam,+ nangenxa yendumiso yam ndiya kuzithintela ngakuwe ukuze unganqunyulwa.+

  • Mika 7:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+

  • Nahum 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 UYehova uzeka kade umsindo+ yaye unamandla kakhulu,+ kwaye uYehova akayi kurhoxa ekohlwayeni.+

      Indlela yakhe isemoyeni otshabalalisayo nasesiphangweni, yaye ingqimba yelifu ngumgubo weenyawo zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share