Eksodus 40:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva koko wasithabatha iSingqino,+ wasibeka eTyeyeni,+ wazifaka izibonda+ eTyeyeni waza wabeka isigubungelo+ phezu kweTyeya.+ Duteronomi 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “La Mazwi wawathetha uYehova ebandleni lenu lonke entabeni leyo phakathi komlilo,+ efini nasentsunguzini yesithokothoko, ngelizwi elikhulu, akongeza nto; emva koko wawabhala emacwecweni amatye amabini waza wawanika mna.+
20 Emva koko wasithabatha iSingqino,+ wasibeka eTyeyeni,+ wazifaka izibonda+ eTyeyeni waza wabeka isigubungelo+ phezu kweTyeya.+
22 “La Mazwi wawathetha uYehova ebandleni lenu lonke entabeni leyo phakathi komlilo,+ efini nasentsunguzini yesithokothoko, ngelizwi elikhulu, akongeza nto; emva koko wawabhala emacwecweni amatye amabini waza wawanika mna.+