Eksodus 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+ Eksodus 37:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 UBhetsaleli+ wayenza iTyeya+ ngomthi womnga. Ubude bayo baba ziikubhite ezimbini ezinesiqingatha, baza ububanzi bayo baba yikubhite enesiqingatha, nokuphakama kwayo kwaba yikubhite enesiqingatha.+
22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+
37 UBhetsaleli+ wayenza iTyeya+ ngomthi womnga. Ubude bayo baba ziikubhite ezimbini ezinesiqingatha, baza ububanzi bayo baba yikubhite enesiqingatha, nokuphakama kwayo kwaba yikubhite enesiqingatha.+