Eksodus 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Uyabona, ndithumela ingelosi+ phambi kwakho ukuba ikugcine endleleni ize ikuse endaweni endiyilungisileyo.+ Eksodus 32:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ke ngoko, hamba, ubakhokelele abantu kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona! Ingelosi yam iya kuhamba phambi kwakho,+ yaye ngemini yokohlwaya kwam ngokuqinisekileyo ndiya kubohlwaya ngenxa yesono sabo.”+
20 “Uyabona, ndithumela ingelosi+ phambi kwakho ukuba ikugcine endleleni ize ikuse endaweni endiyilungisileyo.+
34 Ke ngoko, hamba, ubakhokelele abantu kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona! Ingelosi yam iya kuhamba phambi kwakho,+ yaye ngemini yokohlwaya kwam ngokuqinisekileyo ndiya kubohlwaya ngenxa yesono sabo.”+