Eksodus 34:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula wathi: “Ukuba ndikholekile emehlweni akho, Yehova, nceda uhambe phakathi kwethu,+ kuba esi sizwana sintamo-lukhuni,+ ngoko ke sixolele isiphoso sethu nesono sethu,+ usenze ilifa lakho.”+ INdumiso 78:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Bafanele bangabi njengookhokho babo,+Isizukulwana esineenkani nesinemvukelo,+Isizukulwana esingayilungisanga intliziyo yaso+Nesinomoya ongakholosekanga kuThixo.+ INdumiso 106:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Bamana bembombozela ezintenteni zabo;+Abazange baliphulaphule ilizwi likaYehova.+
9 Wandula wathi: “Ukuba ndikholekile emehlweni akho, Yehova, nceda uhambe phakathi kwethu,+ kuba esi sizwana sintamo-lukhuni,+ ngoko ke sixolele isiphoso sethu nesono sethu,+ usenze ilifa lakho.”+
8 Bafanele bangabi njengookhokho babo,+Isizukulwana esineenkani nesinemvukelo,+Isizukulwana esingayilungisanga intliziyo yaso+Nesinomoya ongakholosekanga kuThixo.+