Eksodus 32:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wahlabela mgama uYehova wathi kuMoses: “Ndisikhangele esi sizwana, uyabona, sisizwana esintamo-lukhuni.+ Eksodus 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 niye ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ kuba andisayi kunyuka ndiphakathi kwenu, ngokuba nisisizwana esintamo-lukhuni,+ hleze ndinitshabalalise endleleni.”+
9 Wahlabela mgama uYehova wathi kuMoses: “Ndisikhangele esi sizwana, uyabona, sisizwana esintamo-lukhuni.+
3 niye ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ kuba andisayi kunyuka ndiphakathi kwenu, ngokuba nisisizwana esintamo-lukhuni,+ hleze ndinitshabalalise endleleni.”+