Eksodus 18:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ayegweba amatyala abantu ngezihlandlo zonke ezifanelekileyo. Ityala elinzima ayelizisa kuMoses,+ kodwa onke amatyala amancinane ayewasingatha ngokwawo njengabagwebi. Numeri 27:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UMoses wasibeka isimangalo sazo phambi koYehova.+
26 Yaye ayegweba amatyala abantu ngezihlandlo zonke ezifanelekileyo. Ityala elinzima ayelizisa kuMoses,+ kodwa onke amatyala amancinane ayewasingatha ngokwawo njengabagwebi.