IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 32:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngoko ke uYakobi walibiza igama laloo ndawo ngokuthi yiPeniyeli,+ kuba wathi, “Ndimbonile uThixo ubuso ngobuso waza wahlangulwa umphefumlo wam.”+

  • Eksodus 33:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Emva koko ndoyisusa intende yam, yaye uya kuthi ke eneneni uwubone umva wam. Kodwa bona ubuso bam abunakubonwa.”+

  • Numeri 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndithetha naye umlomo ngomlomo,+ ngokubonakalayo, kungekhona ngamaqhina;+ ayibone yena imbonakalo kaYehova.+ Yini na, ke, ukuba ningoyiki ukuthetha nxamnye nomkhonzi wam, nxamnye noMoses?”+

  • Duteronomi 34:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa akubanga savela kwaSirayeli mprofeti unjengoMoses,+ awathi uYehova wamazi ubuso ngobuso,+

  • Yohane 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Akukho mntu umbonileyo uThixo nangaliphi na ixesha;+ uthixo+ okuphela kozelweyo osesifubeni+ kuYise ngulowo umcacisileyo.+

  • Yohane 6:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Akukho mntu umbonileyo uBawo,+ ngaphandle kwalowo uvela kuThixo; lowo yena umbonile uBawo.+

  • IZenzo 7:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share