11 Nabani na othethayo, makavakalise izibhengezo ezingcwele+ zikaThixo; nabani na olungiselelayo,+ makalungiselele exhomekeke emandleni awanikwa nguThixo;+ khon’ ukuze kuzo zonke izinto uThixo azukiswe+ ngoYesu Kristu. Uzuko+ namandla ngawakhe ngonaphakade kanaphakade. Amen.