Numeri 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Waphendula uYoshuwa unyana kaNun, owayengumlungiseleli+ kaMoses ukususela ebufaneni bakhe, wathi: “Nkosi yam Moses, bathintele!”+ Duteronomi 1:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UYoshuwa unyana kaNun, omi phambi kwakho, nguye oya kungena khona.’+ Yena uye wamomeleza,+ kuba nguye oya kumdlisa ilifa elo uSirayeli.) Yoshuwa 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Kwaza kwathi emva kokufa kukaMoses umkhonzi kaYehova, uYehova wathi kuYoshuwa+ unyana kaNun, umlungiseleli+ kaMoses:
28 Waphendula uYoshuwa unyana kaNun, owayengumlungiseleli+ kaMoses ukususela ebufaneni bakhe, wathi: “Nkosi yam Moses, bathintele!”+
38 UYoshuwa unyana kaNun, omi phambi kwakho, nguye oya kungena khona.’+ Yena uye wamomeleza,+ kuba nguye oya kumdlisa ilifa elo uSirayeli.)
1 Kwaza kwathi emva kokufa kukaMoses umkhonzi kaYehova, uYehova wathi kuYoshuwa+ unyana kaNun, umlungiseleli+ kaMoses: