Duteronomi 31:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Emva koko wathi uYehova kuMoses: “Khangela! Isondele imihla yokuba ufe.+ Biza uYoshuwa, nize nime ententeni yokuhlangana, ukuze ndimmisele.”+ Baya ke uMoses noYoshuwa, bema ententeni yokuhlangana.+
14 Emva koko wathi uYehova kuMoses: “Khangela! Isondele imihla yokuba ufe.+ Biza uYoshuwa, nize nime ententeni yokuhlangana, ukuze ndimmisele.”+ Baya ke uMoses noYoshuwa, bema ententeni yokuhlangana.+