Eksodus 34:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula wathi: “Ukuba ndikholekile emehlweni akho, Yehova, nceda uhambe phakathi kwethu,+ kuba esi sizwana sintamo-lukhuni,+ ngoko ke sixolele isiphoso sethu nesono sethu,+ usenze ilifa lakho.”+
9 Wandula wathi: “Ukuba ndikholekile emehlweni akho, Yehova, nceda uhambe phakathi kwethu,+ kuba esi sizwana sintamo-lukhuni,+ ngoko ke sixolele isiphoso sethu nesono sethu,+ usenze ilifa lakho.”+