IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 25:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ndazise iindlela zakho, Yehova;+

      Ndifundise iindlela zakho.+

  • INdumiso 27:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndiyalele indlela yakho, Yehova,+

      Undikhokele kumendo wokuthe tye ngenxa yeentshaba zam.

  • INdumiso 86:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndiyalele, Yehova, ngendlela yakho.+

      Ndiya kuhamba enyanisweni yakho.+

      Yenze imanyane intliziyo yam ukuba iloyike igama lakho.+

  • INdumiso 119:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  33 Ndiyalele, Yehova, endleleni yemimiselo yakho,+

      Ukuze ndiyigcine kude kuse ekupheleni.+

  • Isaya 30:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Neendlebe zakho ziya kuva ilizwi emva kwakho lisithi: “Nantsi indlela.+ Hambani ngayo,” nokuba nisinga ekunene, nokuba nisinga ekhohlo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share